Mon, 11/11/2024 - 12:38
The Bitou Municipality would like to inform residents of a scam currently circulating in the area.
A gentleman, Mr. Ntshangase, (079 714 8267), has been contacting residents and demanding R500 to secure jobs.
NOTE
- Legitimate job openings are advertised through official channels.
- Residents are urged not to share any personal information or pay any money to individuals claiming to offer employment in exchange for a fee.
- If you are approached with similar offers, please report it immediately to the Bitou Municipality or local authorities.
______________________________________________________________________________________________________________________
UMasipala waseBitou ulumkisa abahlali malunga nobuqhetseba obujikelezayo ekuhlaleni.
Umnumzana Ntshangase, (079 714 8267), ebeqhagamshelana nabahlali efuna efuna intlawulo yemali engange-R500 ukuze afumane imisebenzi.
QAPHELA
- Izithuba zemisebenzi ezisemthethweni zibhengezwa ngamajelo asemthethweni.
- Abahlali bayabongozwa ukuba banganikezeli nangaluphi na ulwazi lomntu okanye bahlawule nayiphi na imali kubantu abathi banikezela ngengqesho ngokutshintshiselana ngentlawulo.
- Ukuba ufumene umntu okunika amathuba anje, khawuleza wazise uMasipala waseBitou okanye amapolisa (SAPS).